Judges 13:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza umoya kayehova waqala ukumzamazamisa e‐Mahane‐dane, pakati kwe‐Tsoreha ne‐Shetawoli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waqala uMoya kaYehova wamqhuba eseMahane-dan, phakathi kweTsora ne-Eshtawoli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Maxa wambi umoya kaYehova uqala ukumqhubela enkampini yakwaDan phakathi kweSoreya ne-Eshtawoli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMoya kaNdikhoyo ke waqala ukumongamela uSamson eseMahane-dan phakathi kweZora ne-Eshtawoli.