Judges 13:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza ingelosi kayehova yabonakala kuye umfazi lowo, yati kuye: Bona ke, wena uludlolo, akuzali nokuzala; kodwa uya kumita, uzale unyana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwabonakala isithunywa sikaYehova kumfazi lowo, sathi kuye, Yabona, uludlolo wena, akuzali; ke uya kumitha, uzale unyana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabonakala isithunywa sikaYehova kumfazi lowo, sathi kuye, Yabona, uludlolo wena, akuyi kuzala; ngokuba uya kumitha, uzale unyana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke isithunywa sikaNdikhoyo sabonakala kuye, saza sathetha naye sathi: “Njengoko ungazanga waba namntwana, ngoku uza kukhawula, uze ufumane unyana.