Judges 13:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza utixo wapulapula ilizwi lika‐Manoha; yati ingelosi kayehova yeza kanjako kumfazi, akuhlala entsimini; kodwa u‐Manoha, indoda yake, ebengenaye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waliphulaphula uThixo izwi likaManowa; sabuya seza ke isithunywa sikaYehova kumfazi lowo ehleli entsimini, uManowa indoda yakhe ingenaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waliva uThixo ilizwi likaManowa; Sabuya isithunywa sikaYehova kumfazi ohleli entsimini, uManowa indoda yakhe engenaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo ke wenza ngokwesicelo sikaManowa, isithunywa sakhe sabuya seza kumkakhe esemasimini, phofu yena uManowa engekho.