Judges 14:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU u‐Samsone wehla waya e‐Timnate, wabona inkazana e‐Timnate ezintombini zama‐Filistiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wehla uSamson waya eTimnata, wabona inkazana eTimnata, ezintombini zamaFilisti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wehla uSamson, waya kwaTimna, wabona inkazana ezintombini zamaFilisti, uTimna.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uSamson wehla waya eTimna, waza ke apho wabona enye yeentombi zamaFilistiya.