Judges 14:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwabekute, bakumbona, bazisa abalingane abamashumi matatu, ukuze babe naye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, bakumbona, bazisa abalingane abangamashumi omathathu, baba naye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bakumbona ke, bazisa abalingane abangamashumi amathathu ukuba babe naye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Athe ke akumbona amaFilistiya athumela amashumi amathathu abafana ukuba abe kunye naye.