Judges 14:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wabupakulela ezandleni zake, wahamba emana esidla, waya kuyise nonina, wabanika, badla nabo; kodwa ebengabaxeleli ukuba ebepakule obobusi esidunjwini sengonyama.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuthabatha, waphatha ngesandla, wahamba, wahamba esidla, waya kuyise nonina, wabanika, badla; akabaxelela ukuba ubusi ubuthabathe esidumbini sengonyama.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathabatha esandleni sakhe, wadla, waya kuyise nonina, wabanika, badla; kodwa ungabaxeleli ukuba uthabathe ubusi emhadini wengonyama.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphakula ubusi apho ke kuyo, wahamba ebutya; waphathela noyise nonina. Kambe ke akabaxelelanga ukuba ubusi obo ubuphakule kwisidumbu sengonyama.