Judges 15:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ati kuye: Sihlile ukuza kukunxiba, sikunikele esandleni sama‐Filistiya. Waza u‐Samsone wati kuwo: Ndifungeleni ukuba aniyi kundiwela ngokwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi kuye, Sihle, size kukukhonkxa, ukuba sikunikele esandleni samaFilisti. Wathi uSamson kuwo, Ndifungeleni, ukuba aniyi kundibulala ngokwenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi kuye, Sihle, size kukukhonkxa, ukuba sikunikele esandleni samaFilisti. Wathi uSamson kubo, Nindilumkele, ningandibethi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wona athi: “Size kukukhonkxa, ukuze sikuse kumaFilistiya.” USamson wathi: “Fungani ukuba anizi kundilimaza ngokwenu.”