Judges 15:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Samsone wati kuwo: Nakuba nenze ngokunjalo, ndiya kuzipindezelela kuni noko; ndoti ke kamva ndiyeke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSamson kuwo, Ukuba nenjenje, inene, ndiya kuziphindezelela kuni, ndandule ukupheza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSimon kubo, Nokuba nithe nenjenjalo, ndoniphindezela impindezelo kuni, ndandule ke ukuyeka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USamson wathi ke kuwo: “Oo! Niqhuba ngolu hlobo? Inene, ndiza kunithi chu ndide ndiziphindezele!”