Judges 16:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WANDULA u‐Samsone waya e‐Gaza, wabona apo inkazana eyingnawokazi, wangena kuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
USamson waya eGaza, wabona khona inkazana elihenyukazi, wayilala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSamson waya eGasa, wabona inkazana elihenyukazi, wahlala kulo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngamhla uthile uSamson waya eGaza, waza wabona ihenyukazi, waya kulalisa kulo.