Judges 16:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati kuye: Ukuba bayaqinisa ukundinxiba ngentambo ezintsha, ekungenziwanga umsebenzi ngazo, ndiya kuba butataka, ndibe njengomnye umntu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuye, Ukuba bathe ukundikhonkxa bandikhonkxa ngeentsontelo ezintsha, ekungasetyenzwanga msebenzi ngazo, ndothi fehle, ndibe njengomnye umntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuye, Ukuba bathe bandikhonkxa amathambo amatsha, abe kengekasebenzi, ndothi fehle, ndibe njengomnye umntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USamson waphendula wathi: “Ukuba banokundibopha ngeentsontelo ezintsha ezingekasebenzi, amandla am angetha, ndifane nabanye abantu.”