Judges 16:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa inwele zentloko yake zaqala ukukula kanjako, emva kwokugugulwa kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zaqala iinwele zentloko yakhe zahluma, emva kokuba wayechetyiwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zaqala iinwele zentloko yakhe zahluma, emva kokuba echetyiwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe iinwele zakhe zaphinda zakhula.