Judges 16:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute kamva, watanda inkazana entilini ye‐Soreki, egama layo belingu‐Delila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi emveni koko, wathanda inkazana esihlanjeni saseSoreki, igama layo linguDelila.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko wathanda enye inkazana eyayikwintlambo yomlambo waseSoreki, igama layo yayinguDelila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona ke uSamson wathandana nentokazi yentili yaseSoreki egama linguDelila.