Judges 16:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Samsone kuye: Ukuba bayandinxiba ngentsontelo ezintsha ezisixe̔nxe, ezingekomile, ndiya kuba butataka, ndibe njengomnye umntu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSamson kuye, Ukuba bathe bandibopha ngeentambo ezisixhenxe ezintsha ezingomanga, ndothi fehle, ndibe njengomnye umntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSimon kuye, Ukuba bathe bandikhonkxa ngemifuno ekrwada esixhenxe, ndothi fehle, ndibe njengomnye umntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
USamson wamphendula wathi: “Ukuba ndingabotshwa ngesixhenxe seentsontelo ezingekomi, amandla am angatha, ndifane nabanye abantu.”