Judges 17:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo um‐Levi wavuma ukuhlala nalondoda; yaza indodana leyo yaba njengomnye wonyana bayo kuyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwakholeka kumLevi ukuhlala nale ndoda. Loo mfana waba njengomnye woonyana bayo kuyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavuma umLevi lowo ukuhlala nendoda leyo; umfana lowo waba njengomnye woonyana bakhe kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UmLevi lowo ke wavumelana noMika, waza wahlala naye, waba njengonyana wakhe.