Judges 17:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Mika wazalisa isandla som‐Levi, yati indodana le yaba ngumperisite wake, yabiko endlwini ka‐Mika.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wammisela uMika umLevi lowo, waba ngumbingeleli kuye umfana lowo; waba sendlwini kaMika.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uMika wamngcwalisa umLevi lowo; loo mfana waba ngumbingeleli wakhe lowo, wahlala endlwini kaMika.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMika wammisela waba ngumbingeleli wakhe, wahlala apho kwakhe.