Judges 17:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Mika: Kaloku ndiyazi ukuba uyehova uya kundenzela okulungileyo, ngokuba ndinom‐Levi abe ngumperisite wam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMika, Kaloku ndiyazi ukuba uYehova uya kundenzela okulungileyo; ngokuba ndinombingeleli ongumLevi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMika, Kaloku ndiyazi ukuba uYehova uya kundenzela okulungileyo; ngokuba ndinomLevi ongumbingeleli wam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMika wathi: “Njengokuba umbingeleli wam engumLevi nje, ndiyazi ukuba uNdikhoyo uya kundithi jize ngenkqubela.”