Judges 17:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati indoda le yemka esixekweni eso, e‐Beteleheme‐juda, ukuya kupambukela apo iya kufumana indawo kona: yada yafika entabeni yakwa‐Frayime, endlwini ka‐Mika, ukwenza ihambo yayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yahamba indoda leyo, isuka kuloo mzi eBhetelehem yakwaYuda, yaya kuphambukela apho ingafumana indawo. Yafika kweleentaba lakwaEfrayim endlwini kaMika, ihamba uhambo lwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaphuma indoda leyo eBhetelehem yakwaYuda, yaphambukela eBhetelehem yakwaYuda, yaya kuphambukela apho ingafumana indawo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphuma ke eBhetelehem, efuna indawo anokuxhwarha kuyo. Esabhadula njalo waya kugaleleka kwaMika kweleentaba lakwaEfrayim.