Judges 17:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u Mika wati kuyo: Uvela pina? Yayisiti kuye: Ndingum‐Levi wase‐Beteleheme‐juda; ndiyahamba ukuya kupambukela apo ndiya kufumana indawo kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMika kuyo, Uvela phi na? Yathi kuye, NdingumLevi waseBhetelehem yakwaYuda; ndiya kuphambukela apho ndingafumana indawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMika kuyo, Ungowaphi na? Wathi kuye, NdingumLevi waseBhetelehem yakwaYuda;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMika wambuza wathi: “Uvela phi?” Ke yena waphendula wathi: “NdingumLevi waseBhetelehem kwelakwaJuda. Ndifuna indawo endingaxhwarha kuyo.”