Judges 18:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Enyuka ke, ati waca e‐Kiriyate‐yarime, kwa‐Juda: ngako oko kwabizwa londawo ngokuti yi‐Mahane‐dane kwada kwanamhla nje; bona ke, ingasemva kwe‐Kiriyate‐yarime.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Enyuka ke, amisa eKiriyati-yeharim yakwaYuda; ngenxa yoko bathi loo ndawo yiMahane yakwaDan unanamhla. Nantso isemva kweKiriyati-yeharim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Enyuka ke, amisa eKiriyati-yeharim yakwaYuda; ke ngoko, bayibiza loo ndawo ngokuba yiMahanehadan kude kube namhla; nantso isemva kweKiriyati-yarim.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Enyuka aya kumisa entshona yeKiriyati-yarim kwelakwaJuda. Ngenxa yeso sizathu ke loo ndawo isabizwa ngokuba yiMarhane-dan unangoku.