Judges 18:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Asuka apambukela kona, eza kuyo indlu yendodana engum‐Levi, indlu ka‐Mika, ayibuza ukupila kwayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aphambukela khona, angena endlwini yendodana engumLevi, endlwini kaMika, ayibuza ukuphila kwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ajika ke apho, afika endlwini yendodana engumLevi, endlwini kaMika, aza ayibulisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku zangena kwaMika, apho wayehlala khona umfana womLevi, zafika zabulisa zabuza impilo.