Judges 18:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aza amemeza kulo usapo luka‐Dane; olwajikisa ubuso balo, lwati ku‐Mika: Unanina, ukuba nibizelwe ndawonye?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Amemeza koonyana bakaDan; baguquka ngobuso, bathi kuMika, Ukhathazwa yini na, uhlaba umkhosi nje?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babiza oonyana bakaDan. Ajika ke athi kuMika, Uhlelwe yintoni na, ukufika kwakho unesihlwele esingaka?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
bawakhwaza. Ke wona ajika abuza kuMika athi: “Konakele phi? Ngowani lo mkhosi?”