Judges 18:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwasuka lwahamba usapo luka‐Dane ngendlela yalo: wati u‐Mika, akubona ukuba lunamandla amakulu kwawake, wajika wabuyela endlwini yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bahamba ke ngendlela yabo oonyana bakaDan. Wabona uMika ukuba bomelele kunaye, wajika wabuyela endlwini yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bahamba ke oonyana bakaDan. Wabona uMika ukuba bomelele kunaye, wajika wabuyela endlwini yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke wona amaDan ahlabela mgama, ahamba. NoMika ke waqonda ukuba xa injalo ayingangaye, waza ke wajika wagoduka.