Judges 18:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ati akuba ngasendlwini ka‐Mika, alazi ilizwi lendodana engum‐Levi; asuka apambukela kona, ati kuyo: Ngubanina okuzisileyo apa? wenza nto nina kule ndawo? unanto nina apa?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akubona ukuba angasendlwini kaMika, alifanisa ilizwi lendodana engumLevi, aphambukela khona, athi kuye, Uziswe ngubani na apha? Wenza ntoni na kule ndawo? Ungantoni na apha?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akubona ukuba besendlwini kaMika, alifanisa ilizwi lendodana engumLevi; Bangena khona, bathi kuye, Uziswe ngubani na apha? wenza ntoni kulendawo? kwaye unantoni apho?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Athe elapho akunakana ukubetha kolwimi lomfana womLevi, aza aya kuye, abuza athi: “Uzokwenza ntoni apha? Uze nabani?”