Judges 18:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiti kuwo: Ngokunje nangokunje wandenzela u‐Mika, wandiqasha, ndaza ndaba ngumperisite wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi kuwo, Wenjenje, wenjenje uMika kum; wandiqesha, ndaba ngumbinge leli kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuwo, Wenjenje uMikaya, wandithabatha, ndaba ngumbingeleli wakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uphendule wathi: “Hayi, ndilapha nje ndinezigqibo noMika; undiqeshe ukuba ndibe ngumbingeleli wakhe.”