Judges 18:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andula ati kuyo: Kaubuze kutixo, ukuze sazi ukuba indlela yetu esihamba ngayo iya kutamsanqeleka na.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi kuyo, Khawubuze kuThixo, sazi ukuba iya kuba nempumelelo na indlela yethu esihambela yona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi kuye, Cela icebo kuThixo, sazi ukuba le ndlela siyihambayo yosikeleleka na.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
La madoda ke amcela athi: “Khawusibuzele kuThixo, uqonde ukuba luza kuba nempumelelo na uhambo lwethu.”