Judges 18:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ada afika kubazalwana bawo e‐Tsoreha nase‐Shetawoli. Baza abazalwana bawo bati kuwo: Ni ti nina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Afika kubazalwana bawo eTsora nase-Eshtawoli. Bathi abazalwana bawo kuwo, Nitheni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Afika kubazalwana bawo eTsora nase-Eshtawoli; bathi abazalwana bawo kuwo, Nithini na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
La madoda ke athi akubuyela ekhaya eZora nase-Eshtawoli abuzwa ngamawawo kwathiwa: “Ibinjani na ihambo?”