Judges 19:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Xeshekweni bebengase‐Yebusi, imini ibisangene kakulu; waza wati umfana kuyo inkosi yake: Zuhambe ke, sipambukele kwesisixeko sama‐Yebusi, silalise kuso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa babengaseYebhusi, imini yayise ithambamile kakhulu.Wathi umfana kwinkosi yakhe, Khawuze siphambukele kulo mzi wamaYebhusi, silale kuwo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bafika eYebhusi, lalisele litshonile ilanga; Wathi umkhonzi enkosini yakhe, Hamba, singene kulo mzi wamaYebhusi, silale khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bakusondela eJebhusi imimi yayiselithambekile, saza isicaka sathi enkosini yaso: “Masesihlala apha eJebhusi, silalise khona.”