Judges 19:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati yakupakamisa amehlo ayo, yabona londoda ingumhambi esitarateni sesixeko; yaza yati indoda endala: Uhambela ngapina? uvela pina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yawaphakamisa amehlo ayo, yabona ndoda ingumhambi endaweni yokubutha kwamadoda omzi, yathi indoda enkulu leyo, Uya ngaphi na? Uvela phi na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawaphakamisa amehlo akhe, wabona umhambi endaweni yembutho yomzi; Yathi indoda enkulu, Uya ngaphi na? ungowaphi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lathi ke lakubabona abahambi abo belapho ebaleni lembutho, labuza lathi: “Kuvelwa ngaphi, kusiyiwa phi?”