Judges 19:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lada ishweshwe layo lahlukana nayo ngombulo, lemka kuyo laya endlwini yoyise walo, e‐Beteleheme‐juda, apo laliko kona ixesha elizinyanga ezine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lahenyuza likuyo ishweshwe layo, lemka kuyo, laya endlwini yoyise walo eBhetelehem yakwaYuda, laba khona imihla eziinyanga ezine.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakrexeza naye isithende, wemka kuye, waya endlwini kayise eBhetelehem yakwaYuda, wahlala khona iinyanga zane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke yambambela, yaza yagoduka yaya eBhetelehem kwelakwaJuda, yahlala khona iinyanga zane.