Judges 19:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaza yayingenisa endlwini yayo, yanika amaqwaṙashe ukutya: baza bahlamba inyawo zabo, badla basela nokusela.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yayingenisa endlwini yayo, yawanika iindiza amaesile;bazihlamba iinyawo zabo, badla, basela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamsa endlwini yakhe, wabanika ukudla; bazihlamba iinyawo zabo, badla, basela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lagoduka nabo ke, lazityisa iidonki zabo. Bahlamba iinyawo, baza batya basela.