Judges 19:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yati inkosi yake yesuka kusasa, yavula ingcango zendlu, yapuma ukuya kuhamba ngendlela yayo: kekaloku nanku umfazi, ishweshwe layo, elele pantsi emnyango wendlu, nezandla zake zipezu kwombundu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yavuka inkosi yayo kusasa, yazivula iingcango zendlu, yaphuma ukuba ihambe ngendlela yayo; nantso le nkazana ilishweshwe layo iwile emnyango waloo ndlu, nezandla zayo zisembundwini wawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yagqiba inkosi yakhe kusasa, yazivula iingcango zendlu, yaphuma ukuba ihambe; nantso intokazi iwile emnyango wendlu, izandla zayo zisemnyango.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kusasa yathi yakuvula umnyango indoda yakhe, iphuma iza kuhamba, yamfumana elele apho ngasemnyango, izandla zakhe zisembundwini.