Judges 19:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bahlala pantsi ke, badla bobabini ndawonye, basela nokusela. Wandula wati uyise wenkazana endodeni: Kauvume ke, ulalise, iti intliziyo yako icwayite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bahlala ke badla bobabini ndawonye, basela. Wathi uyise wentombazana kwindoda, Makhe kukholeke kuwe, ulale, ichwayithe intliziyo yakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bahlala phantsi, badla, basela ndawonye, ngokuba wathi uyise wentombi endodeni leyo, Vuka, ulale ubusuku bonke, ize ibe nemihlali intliziyo yakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bahlala ke umntu nomkhwenyana, batya basela. Usontombi lowo ke waphinda wacela umkhwenyana wathi: “Sowulala apha ngokuhlwanje, uzonwabise.”