Judges 19:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa yesuka indoda ukuba ihambe: waza usomfazi wayo wayiqu̔ba; ngako yabuya yalalisa kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yesuka indoda leyo ukuba ihambe; wayijoka uyise womkayo, yabuya yalala khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yesuka indoda leyo ukuba ihambe; wayijoka uyise womkayo; ke ngoko, wachitha ubusuku apho kwakhona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi umLevi lowo akufuna ukuhamba, uyise lowo wamcenga ukuba aselala apho ngobo busuku.