Judges 2:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ingqumbo kayehova yavuta ngakubo o‐Sirayeli; wayesiti: Ngokokuba ababantu belugqitile ucebano lwam endabayalela oyise babo ngalo, nokuba bengapulapulanga ilizwi lam;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wavutha umsindo kaYehova kumaSirayeli; wathi, Ngenxa enokuba olu hlanga luwugqithile umnqophiso wam endawumisela ooyise, alwaliphulaphula ilizwi lam:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wavutha ke umsindo kaYehova kuSirayeli; Wathi, Ekubeni olu hlanga luwaphule umnqophiso wam endawumisela ooyise, alwaliphulaphula ilizwi lam;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo ke wayesuka abe nomsindo, athi: “Esi sizwe siwaphule umnqophiso endayalela ooyise-mkhulu ukuba siwuthobele. Ngoko ke, ngenxa yokuba singandithobeli,