Judges 2:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwa nam andiyi kwalekela ukugqogqa namnye umntu ebusweni babo, kwezontlanga wabezishiya u‐Yoshuwa nxa wabubayo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nam andiyi kuphinda ndithi phambi kwabo ndigqogqe mntu wezi ntlanga, wazishiyayo uYoshuwa ekufeni kwakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo, ukususela ngoku kuse phambili, andiyi kugxotha nabani na phakathi kweentlanga awazishiyayo uYoshuwa ekufeni kwakhe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
nam andiyi kuba sazigxotha ezi zizwe zashiyekayo ukufa kukaYoshuwa.