Judges 2:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze ndibalinge ngazo o‐Sirayeli, ukuba baya kugcina indlela kayehova ukuhamba ngayo, njengokuba oyise babo bebeyigcina, nokuba abayi kuyigcina kusinina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze ndiwalinge ngazo amaSirayeli, ukuba oyigcina na indlela kaYehova, ahambe ngayo, njengoko bayigcinayo ooyise, akayi kuyigcina, kusini na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ukuze ndibacikide oonyana bakaSirayeli, ukuba boyigcina na indlela kaYehova, bahambe ngayo, njengoko bayigcinayo ooyise, abayi kuyigcina, kusini na.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kuwalinga ngazo amaSirayeli, ndibone ukuba akayi kuhamba ngeendlela zam na, andithobele njengooyise-mkhulu.”