Judges 2:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ndibuye ndati: Andiyi kubagxota ebusweni benu; kodwa boba njengameva emacaleni enu, notixo babo boba ngumgibe kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo ndathi, Andiyi kubagqogqa phambi kwenu, ukuze babe ziimviko emacaleni enu, oothixo babo babe ngumgibe kuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndathi ke, Andiyi kubagxotha phambi kwakho; kodwa baya kuba njengameva emacaleni enu, noothixo bazo babe ngumgibe kuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ndiyanazisa ukuba andiyi kuzigxotha ezi zizwe. Zona ke ziya kuba ngumgibe kuni, nirhintyelwe yindlela ezinqula ngayo *oothixo bazo.”