Judges 2:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute, nxa ingelosi kayehova ibitetile lamazwi kulo lwonke usapo luka‐Sirayeli, bandula abantu bapakamisa ilizwi labo, balila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, sakuwathetha isithunywa sikaYehova la mazwi kubo bonke oonyana bakaSirayeli, basuka abantu baliphakamisa izwi labo, balila.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sawathetha ke isithunywa sikaYehova la mazwi kubo bonke oonyana bakaSirayeli, baliphakamisa abantu izwi labo, balila.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sakuthetha la mazwi ke isithunywa sikaNdikhoyo, onke amaSirayeli asitsho isikhalo.