Judges 2:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wafa u‐Yoshuwa, unyana ka‐Nune, isicaka sikayehova, eyiminyaka ilikulu lineshumi ubudala bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafa ke uYoshuwa unyana kaNun, umkhonzi kaYehova, eminyaka ilikhulu elinashumi-nye ezelwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa ke uYoshuwa unyana kaNun, umkhonzi kaYehova, eminyaka ilikhulu elinashumi-nye ezelwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYoshuwa, unyana kaNune, isicaka sikaNdikhoyo, wabhubha xa enekhulu elineshumi leminyaka ezelwe.