Judges 20:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lwandula usapo luka‐Benjamine lwapuma e‐Gibeha, lwatshabalalisa ngasemhlabeni kuwo ama‐Sirayeli ngalomini, amadoda angamawaka amashumi mabini anamabini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baphuma oonyana bakaBhenjamin eGibheha, bavunela phantsi ngaloo mini kumaSirayeli amashumi amabini anamabini amawaka amadoda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baphuma oonyana bakaBhenjamin eGibheha, batshabalalisa ngaloo mini amadoda angamashumi amabini anamabini amawaka koonyana bakaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wacombuluka ke umkhosi wamaBhenjamin, waphuma apho esixekweni, waza ngaloo mini wageqa amashumi amabini anambini amawaka amajoni amaSirayeli.