Judges 20:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abantu, amadoda akwa‐Sirayeli, bazomeleza, babuya bazicwangcisa ukulwa endaweni apo babezicwangcisile kona ngemini yokuqala.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bazomeleza abantu, amadoda akwaSirayeli, baphinda bakha uluhlu lokulwa, kwasendaweni ababakhe uluhlu kuyo ngomhla wokuqala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bazomeleza abantu, amadoda akwaSirayeli, baphinda balwa endaweni ababeyilungisile ngomhla wokuqala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ngengomso amaSirayeli omelezana; aphinda amajoni awo awamisa kwangalaa ndlela ayewamise ngayo ngezolo.