Judges 20:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(Lwaye lunyuka usapo luka‐Sirayeli, lwalila pambi kwoyehova kwada kwahlwa, lwabuza kuyehova, lusiti: Ndiya kupinda na ukusondela ukulwa nosapo luka‐Benjamine umzalwana wam? Wati uyehova: Nyukani ngakuye.)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Benyuka oonyana bakaSirayeli, balila phambi koYehova, kwada kwahlwa. Babuza kuYehova, bathi, Ndiphinde na ndisondele ekulweni noonyana bakaBhenjamin, umzalwana wam? Wathi uYehova, Nyukani niye kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Benyuka oonyana bakaSirayeli, balila phambi koYehova, kwada kwahlwa. Babuza kuYehova, bathi, Ndiphínde na ndisondele ekulweni noonyana bakaBhenjamin, umzalwana wam? Wathi uYehova, Nyukani niye kubo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku amaSirayeli ayeye kuzibika kuNdikhoyo, alila iinyembezi kwada kwahlwa. Abuzisa kuye kwakhona, athi: “Ngaba masiye na ukuya kulwa namawethu amaBhenjamin?” UNdikhoyo ke waphendula wathi: “Yiyani nilwe nawo.”