Judges 20:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(Kekaloku usapo luka‐Benjamine lweva ukuba usapo luka‐Sirayeli lunyukele e‐Mitsipa.) Lwaza lwati usapo luka‐Sirayeli: Sixeleleni, yati nina ukubako lento ekohlakeleyo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Beva oonyana bakaBhenjamin, ukuba oonyana bakaSirayeli benyukile beza eMizpa. Bathi oonyana bakaSirayeli, Thethani;itheni na ukubakho le nto inje ukuba mbi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Beva ke oonyana bakaBhenjamin ukuba oonyana bakaSirayeli benyuke baya eMizpa. Baza oonyana bakaSirayeli bathi: “Sixelele, kwenzeke ntoni na obu bubi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NamaBhenjamin eva ukuba kudityenwe ngamaSirayeli eMizpa. AmaSirayeli athi: “Yitshoni; yenzeke kanjani na le ntlekele?”