Judges 20:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku bekuko ixesha elimisiweyo pakati kwamadoda akwa‐Sirayeli nabalaleli, lokuba bakwenze isiqumo esikulu somsi sinyuke esixekweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku ibhunga lamadoda akwaSirayeli nabalaleli laye libe lelokuthi, Qhumisani kakhulu umsi, unyuke kuloo mzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabakho ke umqondiso phakathi kwamadoda akwaSirayeli namaxoki, abelindele ukukhupha umsi omkhulu esixekweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indili yomkhosi kaSirayeli nalo uzimeleyo wawuvumelene ngokuthi xa ubona umsi uthuquza unyuka apho esixekweni,