Judges 20:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako ajika pambi kwamadoda akwa‐Sirayeli ngasendleleni yentlango; kodwa ukulwa kwawafumana; kanjalo lawo a wapumayo ezixekweni awatshabalalisa pakati kwawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ajika ke phambi kwamadoda akwaSirayeli, abheka endleleni yentlango. Ukulwa kwathana mbende nawo, besuka nabemi bemizi bawatshabalalisa kuyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yoko anikela ikhosi kumadoda akwaSirayeli, abehamba ngendlela eya entlango; yawafumana imfazwe; yaye abo babevela ezixekweni babatshabalalisa phakathi kwabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Azama ukuhlehla abalekele entlango, kodwa ke umkhosi wathi mbende emva kwabo. Axinwa atyakatywa nangamanye amadoda awayephuma ezidolophini.