Judges 20:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwawa kuwo ama‐Benjamine amadoda angamawaka alishumi linesibozo; lawo onke ebengamadoda obuṙoti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwawa kumaBhenjamin ishumi elinesibhozo lamawaka amadoda;onke ke lawo ingamadoda anobukroti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwishumi elinesibhozo lamawaka amadoda akwaBhenjamin; bonke babengamadoda anobukroti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwafa ishumi elinesibhozo lamawaka koompondo-zihlanjiwe bamaBhenjamin.