Judges 20:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bonke abantu besuka njengomntu mnye, besiti: Asiyi kuya noko amnye ententeni yake, asiyi kupambuka noko amnye ukuya endlwini yake kanjako:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Besuka bonke abantu njengandoda-nye, bathi, Asiyi kuya elowo ententeni yakhe, asiyi kuphambukela elowo endlwini yakhe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lonke uhlanga lwema njengamntu mnye, lwathi, Asiyi kuya ententeni yakhe, asiyi kungena endlwini yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli ke atsho ngazwi-nye athi: “Xa sisonke akukho bani uza kugoduka namhlanje; ewe, akukho bani uya kubuyela endlwini yakhe.