Judges 20:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa kaloku yiyo le into esiya kuyenza ngakuyo i‐Gibeha; sonyuka ngakuyo ngeqashiso:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ke ngoko, nantsi into esiya kwenza yona kwiGibheha; siya kwenza kuyo ngokweqashiso,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku ke siya kuyenza le nto ngeGibheha; siya kuyihlasela ekupheleni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nantsi into esiza kuyenza ngeGibheya: Siza kukhangela ukuba liya kuphuma nabani na iqashiso, aze ke loo madoda asikhokele ekuyihlaseleni.