Judges 21:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula abantu banosizi pezu kwo‐Benjamine, ngokuba uyehova enzile utanda ezizweni zo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abantu bazohlwaya ngenxa kaBhenjamin; ngokuba uYehova ebenze uthanda ezizweni zakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abantu bazisola ngoBhenjamin, kuba uYehova wayezinqamle izizwe zakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
AmaSirayeli avelana namaBhenjamin, kuba uNdikhoyo enze umsantsa phakathi kwezindlu zikaSirayeli.