Judges 21:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Babuya bati: Ilifa malibe lelabasindileyo bakwa‐Benjamine, ukuze kungacitwa isizwe kwa‐Sirayeli:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi, Ilifa labasindileyo malibe lelakwaBhenjamin, kungacinywa sizwe kwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bathi, Libe lilifa leembacu zakwaBhenjamin, ukuze singatshabalali isizwe kwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aza athi: “Ingayinto embi ukuba kubekho indlu enqanyulwayo kwaSirayeli ngokungabi nazindlalifa. Makufunwe indlela yokuba indlu kaBhenjamin ingatshitshi.